Isaiah 8:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wabesitsho uyehova kum, ngokuqu̔ba kwamandla, wandiyala ukuba ndingahambi endleleni yababantu, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba utshilo uYehova kum, eseyisa ngamandla, endithethisa ukuba ndingahambi ngendlela yabo bantu, ukuthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wenjenje uYehova ukuthetha kum ngesandla esomeleleyo waza wandiyalela ukuba ndingahambi ngendlela yolu hlanga, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wandibamba ngesandla, wandilumkisa ukuze ndingazilandeli iindlela zaba bantu, wathi: