Isaiah 8:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aniyi kuti: Kuko utelelano, ngako konke abaya kuti ngako ababantu: Kuko utelelano; nize ningoyiki ngokwoyika kwabo, ningankwantyi kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningathi, Ikukucetywa into yonke abathi abo bantu, Ikukucetywa; nento eyoyikwa ngabo ningayoyiki, ningangcangcazeliswa yiyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuthi, Ngumnqophiso wabo bonke abathi abo bantu, Ngumnqophiso; musani ukoyika ukunkwantya kwabo, musani ukoyika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Izinto abathi liyelenqe wena sukuvuma ukuba ziliyelenqe, ungazixhaleli nezinto abazoyikayo bona.