Isaiah 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova wemikosi yena niya kumngcwalisa: nguye oya kuba kukwoyika kwako, nguye oya kuba kukunkwantya kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wemikhosi, ngcwalisani yena nina, abe nguye enimoyikayo, abe nguye oningcangcazelisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mbongeni uYehova wemikhosi; kwaye makabe luloyiko kuni, kwaye makabe nguye uloyiko kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nguNdikhoyo uSomandla-onke ongcwele, ngoko ke nguye omawumhlonele umthobele.