Isaiah 8:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baninzi abaya kuku̔beka ngazo, bawe, bapulwe nokwapulwa; nabaya kutiyelwa, babanjwe nokubanjwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abaninzi kubo baya kukhubeka apho, bawe, baphuke, barhintyeleke, babanjiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abaninzi kubo baya kukhubeka bawe, baphuke, batshiswe, babanjiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baninzi ke abaya kukhubeka; ewe, baya kukhahleleka phantsi bacumke; ndithi baya kurhintyeleka emgibeni.”