Isaiah 8:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba ababantu bedela amanzi e‐Siloha, ahambayo kuhle, benokuvuya ku‐Retsine nakunyana ka‐Remaliya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa enokuba abo bantu bewacekisa amanzi aseShilowa, la ahamba kuhle, benze imihlali noRetsin nonyana kaRemaliya:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthiwa abantu bala kuwo amanzi aseSilowa awawa ngobunono kwaye bagcoba ngoRetsin nonyana kaRemaliya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi: “Ngenxa yokuba aba bantu bewamangele amanzi ankcenkceza eShilowa, futhi bemvuyelela ukumkani uRezin nokumkani uPeka,