Isaiah 9:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izitene ziwile, kanti siya kwaka ngamatye aqandulweyo; imikiwane igauliwe, kanti sohlaziya ngesedare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izitena ziwile, siya kwakha ngamatye aqingqiweyo; imithombe ixakaxiwe, siya kuyimisela ngemisedare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izitena ziwile, siya kwakha ngamatye aqingqiweyo; imithombe igawulwe, siya kuyitshintsha ibe yimisedare.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Naxa nje zidilikile izindlu zezitena, thina siya kwakha ngamatye aseleqingqiwe; ngenene yona imithombe igawulwe, kodwa thina sotyala imisedare.”