Isaiah 9:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abakapi bababantu bebalahlekisa; nabo bakatshwayo ngabo bati tshabalala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abakhokeli baba bantu basuke baba ngaba bandwendwisayo, nabakhokelwa ngabo basuke baba ngabaginyiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba abathetheli baba bantu babandwendwisa; nabo bakhokelwa zizo bayatshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku aba bantu bayalahlekiswa; ewe, bona bayaphuphuthekiswa.