Isaiah 9:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kusika ngasekunene, balambe noko; baya kutya ngasekohlo, bangahluti noko; abanye ngabanye baya kuyidla inyama yengalo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basika ngasekunene, balambe noko; badle ngasekhohlo, bangahluthi noko; umntu adle inyama yengalo yakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kusikrazula isandla sakhe sokunene, walambe; ngasekhohlo uya kudla, bangahluthi; elowo adle inyama yesandla sakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonqwamza ngapha, bangahluthi noko; banqunqude ngapho, banganeli noko; ewe, boda batye noogxa babo.