James 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa osisityebi, ebupantsini bake; kuba njengembali yenca eya kudlula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
osisityebi ke makaqhayise ngako ukuthobeka kwakhe; ngokuba uya kudlula njengentyantyambo yengca.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
osisityebi ke makaqhayise ngako ukuthobeka kwakhe; ngokuba uya kudlula njengentyantyambo yengca.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nekholwa elimi kakuhle nalo malizidle lakuthotywa nguThixo. Kaloku kwanesinhanha esi sithi shwaka njengentyatyambo esendle.