James 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Unetamsanqa umntu onyamezelayo ukulingwa; kuba eya kuti akuba ebukiwe asamkele isitsaba sobomi, eso inkosi ibatembisile abayitandayo ngaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inoyolo indoda ekunyamezelayo ukulingwa; ngokuba yothi, yakuba icikidekile, isamkele isithsaba sobomi, ebabeke ngedinga iNkosi abo bayithandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inoyolo indoda ekunyamezelayo ukulingwa; ngokuba yothi, yakuba icikidekile, isamkele isithsaba sobomi, ebabeke ngedinga iNkosi abo bayithandayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unoyolo lowo uzinyamezelayo izilingo, kuba kaloku, lakudlula uvavanyo, uya kuzuza umvuzo obubomi uThixo abuthembise abo bamthandayo.