James 1:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makangatsho umntu akuzingwa ukuti: Ndizingwa ngutixo: ngokuba utixo engazingeki kokukohlakeleyo; kanjalo yena ngokwake akazingi mntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makungabikho namnye utshoyo akuhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo; kuba uThixo akanakuhendeka kokubi, akahendi namnye ke yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makungabikho namnye utshoyo akuhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makungabikho mntu uthi ulukuhlwe nguThixo xa ahendwayo. UThixo akoyiswa bububi kaloku; yaye akalingi mntu yena.