James 1:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa umntu uyazingwa, akuti akukuliswe yeyake inkanuko, ahendwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isilingo sivela ngokuthi umntu alukuhlwe yiminqweno yakhe egwenxa.