James 1:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukuqumba kwomntu kungazuzisi ubulungisa bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku into umntu ayenza enomsindo ayinakwamkeleka kuThixo.