James 1:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo usukuba engumpulapuli welizwi, engengumenzi kanti, yena lo ufana nomntu ebonela ubuso bake bokuvela encwadini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba umntu, ukuba ungumphulaphuli nje welizwi, engemenzi walo, lowo ufana nendoda eqiqa ubuso bayo bobuntu esipilini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umntu, ukuba ungumphulaphuli nje welizwi, engemenzi walo, lowo ufana nendoda eqiqa ubuso bayo bobuntu esipilini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo uliphulaphula nje kuphela elo lizwi, angenzi nto ngalo, ufana nomntu ozijonga esipilini, abubone ubuso bakhe.