James 1:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ezibonele, wemka ke, waza walibala msinya ukuba ebenjanina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba iyaziqiqa, imke, ilibale kwaoko ukuba ibinjani na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba iyaziqiqa, imke, ilibale kwaoko ukuba ibinjani na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo mntu uzithi krwaqu nje, ahambe, aze kwangoko azilibale ukuba unjani na.