James 1:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kuko oba uyabedesha utixo pakati kwenu, ongakalimeli ulwimi lwake, koko ekohlisa intliziyo yake, imbedesho yalo mntu yinto engendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ubani kuni uba ungonqulayo, abe engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe, elukuhla intliziyo yakhe, unqulo lwalowo alunto yanto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ubani kuni uba ungonqulayo, abe engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe, elukuhla intliziyo yakhe, unqulo lwalowo alunto yanto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, umntu angázicingela ukuba ulikholwa; kodwa uyazikhohlisa ukuba akakwazi ukulawula ulwimi lwakhe. Ingamampunge nje into yokuba ulikholwa.