James 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umntu ontliziyo mbini uyajingajinga kuzo zonke indlela zake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda emphefumlo umbaxa iyahlozinga kuzo zonke iindlela zayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda emphefumlo umbaxa iyahlozinga kuzo zonke iindlela zayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu ongqondo ilala neli, ivuke neli, akaze abe nazigqibo nganto.