James 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
BAZALWANA bam! ningabambi ukolo lwayo inkosi yetu u‐Yesu Kristu, i‐Nkosi yobungcwalisa, ngokuketa abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazalwana bam, musani ukukuphatha ngokukhetha buso bamntu, ukukholwa yiNkosi yethu yozuko, uYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazalwana bam, musani ukukuphatha ngokukhetha buso bamntu, ukukholwa yiNkosi yethu yozuko, uYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, njengoko nikholwa kuYesu Krestu iNkosi yethu enobungangamsha – ninomkhethe kodwa nina.