James 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umntu oya kuti, noko aya kugcina umteto wonke, aposise ng endawo inye, uyamelwa lityala ngazo zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba yena oya kuwugcina umthetho uphela, akhubeke mthethweni mnye, unetyala layo yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nabani na oya kuwugcina umthetho uphela, aze aphule umthetho omnye, unetyala layo yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo uwugcina wonke umthetho, aze aphule umyalelo omnye, unetyala lokuwaphula wonke.