James 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kuba nokugwetywa okungenabubele lowo ungenzanga ngobubele: kanti ububele buyavuyelela ukugweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umgwebo awuyi kuba natarhu kulowo ungenzanga nceba;kananjalo inceba iyawuqhayisela umgwebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umgwebo awuyi kuba natarhu kulowo ungenzanga nceba; yaye inceba iyawuqhayisela umgwebo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akayi kuba nanceba uThixo xa agweba umntu ongabanga nanceba. Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.