James 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko kuya kuti umntu: Wena unokolo, nam ndinemisebenzi: ndibonise ukolo lwako lungenamisebenzi yako, nam ndiya kubonisa wena ngemisebenzi yam ukolo lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wosuka omnye, athi, Wena unokholo, ke mna ndinemisebenzi;ndibonise ukholo lwakho olungenamisebenzi yakho; nam ndokubonisa ngokwasemisebenzini yam ukholo lwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wosuka omnye, athi, Wena unokholo, ke mna ndinemisebenzi; ndibonise ukholo lwakho olungenamisebenzi yakho; nam ndokubonisa ngokwasemisebenzini yam ukholo lwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ningatsho ukuthi omnye umntu unako ukuba nokholo, kanti nomnye unako ukwenza imisebenzi ethile. Kodwa ke mna ndithi ukuphendula: Khawundibonise ukuba ngaba lufezekile na olo kholo wena uthetha ngalo lungenamisebenzi lubonakala ngayo. Mna ndokubonisa ngemisebenzi ukholo endinalo.