James 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Abrahame ubawo wetu wabengagwetyelwa ngemisebenzi yinina, akumnikela u‐Yisake unyana wake pezu kwaso isibingelo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham, ubawo wethu, akagwetyelwanga na ngokwasemisebenzini, akumnikela uIsake, unyana wakhe, phezu kwesibingelelo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham, ubawo wethu, akagwetyelwanga na ngokwasemisebenzini, akumnikela uIsake, unyana wakhe, phezu kwesibingelelo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuqondi na ukuba uAbraham ubawo wenziwa waba lilungisa nguThixo ngenxa yesenzo sokunikela uIsake unyana wakhe ukuba abe lidini?