James 2:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokunjalo ke naye u‐Rakabi umpinyiswa wabengagwetyelwa ngemisebenzi yinina, akuzamkela izitunywa, waza wazindulula ngenye indlela?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunjalo ke, noRahabhi, ihenyukazi, akagwetyelwanga na ngokwasemisebenzini, akubamkela ngobubele abathunywa, abakhuphele phandle ngayimbi indlela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokunjalo ke, noRahabhi, ihenyukazi, akagwetyelwanga na ngokwasemisebenzini, akubamkela ngobubele abathunywa, abakhuphele phandle ngayimbi indlela?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nehenyukazi uRahabhi, andithi kanene naye waba lilungisa ngenxa yesenzo sakhe sokwamkela iintlola, wazizimelisa zasaba ngandlela yimbi?