James 2:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ke niyawufeza umteto odumileyo kakulu, ngokwesiba̔lo esiti: Uya kutanda ummelwane wako njengokuzi tanda kwako; niyalungisa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba okunene niyawuzalisa umthetho wakomkhulu, ngokwesibhalo esithi, Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako, nityaphile;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba niyawuzalisa umthetho wakomkhulu, ngokwesibhalo esithi, Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako, nityaphile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba niyawuthobela umthetho weNkosi *oseziBhalweni othi: “Mthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela nawe uzithanda ngayo,” noba niyakholisa.