James 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba niyaketa abantu, niyenza isono, niboniswa ngumteto nje ukuba ningabagqiti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa ukuba nikhetha ubuso bomntu, nisebenza isono, niyohlwaywa ngumthetho ngokwabagqithi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukuba nikhetha ubuso bomntu, nisebenza isono, niyohlwaywa ngumthetho ngokwabagqithi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ukuba abantu niyabacalu-calula, noba netyala; nogwetywa njengezaphula-mthetho.