James 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NINGABI ngabafundisi abaninzi, bazalwana bam! nisazi ukuba siya kuzuza ukugwetywa okukulu ngakumbi ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukuba ngabafundisi abaninzi, bazalwana bam, nisazi nje ukuba siya kwamkela olona lukhulu ugwebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bana beso, le se ke la ba baruti ba bangata, le ntse le tseba hobane re tla fumana kahlolo e fetisang ka boholo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, musani ukugagamela nifune ukufundisa nonke. Kaloku niyazi ukuba thina sifundisayo siya kugwetywa ngqongqo kunabanye.