James 3:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ninozondo oluṙaṙa nenkani entliziyweni yenu, ize ningaqa̔yisi ningaxoki ngakuyo inyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke, ukuba ninomona okrakra neyelenqe entliziyweni yenu, musani ukuyiqhayisela nokuyixoka inyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Empa ekare ha le ena le mohono o babang, le kgang ka dipelong tsa lona, le se ke la ithorisa, mme le se ke la bua leshano le hanyetsa nnete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba ninomona nolunya nizicingela, sanukuzigwagwisa nigqume inyaniso ngobuxoki.