James 3:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba apo kukoyo uzondo nenkani, kuko kwa kona impitimpiti nazo zonke izenzo ezibi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba apho kukhoyo umona neyelenqe, kubakho isiphithiphithi nemicimbi emibi yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hobane moo mona le dikomang di leng teng, ho na le moferefere le mesebetsi yohle e mebe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke apho kukho umona nokuzigwagwisa kuba nguqulukubhode nazo zonke iintlobo zeentlondi.