James 3:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba siposisa kwa sonke ngendawo ezininzi. Ukuba kuko ongaposisiyo emazwini, yena lo ungumntu ofezekileyo, enamandla ukukalimela kwa wonke umzimba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyakhubeka kaninzi sonke. Ukuba umntu akakhubeki zwini, lowo uyindoda egqibeleleyo, enako ukuwubamba ngomkhala nawo umzimba uphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hobane bohle re kgopisa bohle. Haeba leha e le mang a sa khoptjoe puong, eo ke monna ea phethahetseng, ea khonang ho laola le mele oohle ka tōmo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sonke ngabanye siyayenza impazamo amaxesha ngamaxesha. Ke yena umntu ongaphazamiyo ekuthetheni ugqibelele, uyakwazi ukuzilawula ngokupheleleyo.