James 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, nenqanawa, nangona zinkulu kangaka, ziqu̔tywa nokuqu̔tywa ngumoya onamandla, ziyasongwa ngumti wokukapa omncinane kakulu noko, apo kusukuba unxamelo lwomkokeli lunga zingaya kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, nayo imikhombe, imikhulu kangaka nje, iqhutywa nje yimimoya enamandla, ijikwa ngomthi wokujika omncinanana, iye apho sukuba umlawuli angxamele ukuba ingaya ngakhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonang, le dikepe, leha di le kgolo hakalo, mme di kgweetswa ke meya e bohale, di sokololwa ka kerama e nyenyane haholo, di ya moo mmusisi a ratang.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okanye khanicinge ngenqanawa, inkulu injalo, noba ngade ityhalwe yimimoya emikhulu, kodwa ilawulwa ngentongana nje encinci, ize iye apho athanda ukuba iye khona umqhubi.