James 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngalo lona siyambonga yena utixo noyise, nangalo lona siyaqalekisa abantu abenziweyo ngokufana notixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngalo siyambonga uThixo uYise, nangalo siyabaqalekisa abantu abenziwe ngokomfanekiselo kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ka lona re boka Modimo, Ntate; mme ka lona re rohaka batho, ba bopilweng ka setshwantsho sa Modimo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sisebenzisa lona xa sibonga sibulela iNkosi uTata wethu, ukanti sibaqalekisa kwangalo nabantu abadalwe bafuza uThixo.