James 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ZIVELA pina imfazwe nembambano pakati kwenu? Aziveli kwa lapa na, kwa seziyolweni zenu ezilwayo pakati kwamalungu enu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zivela phi na iimfazwe nokulwa phakathi kwenu? Aziveli na apha eziyolweni zenu, eziwaphumela umkhosi amalungu enu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zivela phi na iimfazwe nokulwa phakathi kwenu? Aziphumi na apha ezinkanukweni zenu, eziwaphumela umkhosi amalungu enu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yintoni edala iimfazwe neengxabano apha phakathi kwenu? Ngokuqinisekileyo zivela kwiinkanuko zenu ezisoloko zisenza imizabalazo ngaphakathi kwenu.