James 4:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yizani kaloku nina nitshoyo ukuti: Soya namhla umhlaumbi ngomso esixekweni salapa, senze kona umnyaka ube mnye, sitengise, siqwebe inzuzo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenani kaloku, nina nitshoyo ukuthi, Namhla, nokuba kungomso, siya kuya kulaa mzi, senze khona umnyaka ube mnye, sirhwebe, sizuze;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenani kaloku, nina nitshoyo ukuthi, Namhla, nokuba kungomso, siya kuya kulaa mzi, senze khona umnyaka ube mnye, sirhwebe, sizuze;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makhe ndibhekise kuni nina bathi: “Namhlanje okanye ngomso siya kuya kwidolophu ethile, sifike sihlale unyaka wonke, sirhwebe sizuze imali eninzi.”