James 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ningakwazi nje kanti okwangomso: ngokuba bunjanina ubomi benu? bukwa yiyo inkungu ebonakalela ixeshana elincinane, ize yand’ ukuti shwaka:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kanti nina aba anikwazi kakuhle okwangomso. Kuba buyintoni na ubomi benu? Bungumphunga obonakala ixesha elincinane, uze ke uthi shwaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ningayazi nje into eya kwenzeka ngomso. Kuba buyintoni na ubomi bakho? Kungumphunga obonakala ixesha elifutshane, uze ke uthi shwaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nithetha nje ningayazi into eniza kuba yiyo ngomso. Nifana nje nomfa-nkungu othi uvele umzuzwana nje uphinde uphele.