James 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niyakanuka, kanti aninanto; niyabulala, niyazondela nokuzondela, kanti aningezuze; niyabambana nenze imfazwe, kodwa aninanto, ngenxa yokuba ningaceli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyakhanuka, ningabi nakuzuza nto noko; niyabulala, nizonde, ningabi nakufumana nto noko; niyalwa, nenze imfazwe, ningabi nakuzuza nto ke, ngenxa yokuba ningaceli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyakhanuka, ningabi nakuzuza nto noko; niyabulala, nizonde, ningabi nakuzuza nto noko; niyalwa, nenze imfazwe, ningabi nakuzuza nto ke, ngenxa yokuba ningaceli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ungazifumani izinto ozifunayo, ukhetha ukubulala; okanye xa ungafezeki umnqweno wakho, uyaxabana ulwe. Kanti ke, ungazifumani nje izinto ozifunayo, kungenxa yokuba awuziceli kuThixo.