James 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyapa ufefe olukulu ngakumbi. Sitsho ngoko ukuti: Utixo uyamelana nabaner̔atshi, kodwa abatobekileyo uyabapa ufefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ubabala kakhulu ngakumbi. Kungoko sithi, UThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ubabala kakhulu ngakumbi. Kungoko athi, uThixo uyabachasa abanekratshi, abababale abazithobileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke sona isisa asinika sona uThixo singaphezulu. Zitsho neziBhalo ukuthi: “UThixo uyabachasa abanekratshi, kodwa unesisa kwabathobekileyo.”