James 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko na obuvayo ubunzima pakati kwenu? makatandaze. Kuko na ocwayitileyo? makavume amaculo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kukho mntu na phakathi kwenu uva ububi? Makathandaze. Kukho mntu na unomxhelo owonwabileyo? Makenze indumiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kukho mntu na phakathi kwenu uva ububi? makathandaze. Ngaba kukho ukonwaba? makavume iindumiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba kukho umntu osenkathazweni, makathandaze. Ukanti xa umntu evuya, makahlabele ingoma adumise.