James 5:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xelelanani iziposo zenu, nitandazelane, ukuze nipiliswe: sinamandla kakulu isikungo solungileyo ekusebenzeni kwaso,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xelelanani iziphoso, nithandazelane, ukuze niphiliswe.Sinamandla kakhulu isikhungo selungisa, siyeyisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vumani iziphoso omnye komnye, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Umthandazo welungisa unamandla kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.