James 5:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bazalwana! ukuba umntu pakati kwenu uyalahleka kuyó inyaniso, aze ati omnye amguqule,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazalwana, ukuba uthe omnye phakathi kwenu walahleka enyanisweni, wathi ubani wamguqula,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazalwana, ukuba ubani kuni uthe walahlekana enyanisweni, wathi ubani wamguqula;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, ukuba omnye wenu ulahlekile waphuma enyanisweni, waza omnye umntu wambuyisa,