James 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yitini nani nizeke kade; ziqiniseni intliziyo zenu; kuba ukufika kwenkosi sekukufupi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyamezelani nani, zizimaseni iintliziyo zenu, ngokuba ukufika kweNkosi kusondele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyamezelani nani; zimiseni iintliziyo zenu, kuba ukufika kweNkosi kusondele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke nani yibani nomonde, ningatyhafi; kaloku iMini yokufika kweNkosi ikufuphi.