Jeremiah 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Labuya leza kum ilizwi likayehova, lisiti: Ubona nto nina, Jeremiya? Ndati: Ndibona uswazi lwomti wesamonde.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwafika ilizwi likaYehova kum lisithi, Yintoni na le uyibonayo, Yeremiya? Ndathi, Ndibona intonga yomthi womamangile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakhona kwabonakala ilizwi likaYehova kum lisithi: “Yeremiya, ubona ntoni na? Ndathi: Ndibona intonga yomthi wom-amangile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lavakala kum ilizwi likaNdikhoyo lisithi: “Jeremiya, ubona ntoni?” Ndithe ukuphendula: “Ndibona isebe lomthi wom-amangile.”