Jeremiah 1:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati kum: Ulungisile ukubona: ngokuba ndiya kulinda pezu kwelizwi lam ukulenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Ubone walungisa; ngokuba ndiya kuliphaphela ilizwi lam ukuba ndilenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Ubone walungisa, ngokuba ndikhawuleze ukulenza ilizwi lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe kum uNdikhoyo: “Ubone kakuhle. Nam ngokwam ndithe qwa ukuze ndizalisekise la mazwi am.”