Jeremiah 1:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bangalwa nawe, koko bengayi kukweyisa; ngokuba ndinawe mna, utsho uyehova, ukuba ndikukulule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kulwa nawe, bangabi nakukweyisa, ngokuba ndinawe ukuba ndikuhlangule; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye baya kulwa nawe; kodwa abayi kukoyisa; ngokuba ndinawe, utsho uYehova, ukuze ndikusindise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza kulwa nawe, kodwa abasayi kuze bakoyise, kuba mna ndiza kuba nawe ndikukhusele.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.