Jeremiah 1:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okuye ilizwi likayehova lezayo emihleni ka‐Josiya unyana ka‐Amoni ukumkani we‐Juda, ngoweshumi linesitatu umnyaka wobukumkani bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekwafika kuye ilizwi likaYehova ngemihla kaYosiya unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, ngomnyaka weshumi elinesithathu wobukumkani bakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwafika ilizwi likaYehova kuye ngemihla kaYosiya, unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, ngomnyaka weshumi elinesithathu wobukumkani bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lamfikela ilizwi *likaNdikhoyo uJeremiya kunyaka weshumi elinantathu uJosiya unyana ka-Amon engukumkani kwelakwaJuda,