Jeremiah 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndingekakudali esiswini bendikwazi; kwa ungekapumi esizalweni ndakwahlula; ndakumisela ube ngumprofite ezizweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndingekakubumbi esizalweni, bendikwazi; ungekaphumi embilinini, ndakungcwalisa, ndakumisa waba ngumprofeti weentlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndandikwazi ndingekakudali kwasesizalweni; ungekaphumi embilinini, ndakungcwalisa, ndakumisa waba ngumprofeti weentlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndakwazi ndingekakubumbi esizalweni sonyoko; ndazahlulela wena ungekazalwa, ndakwalatha ukuba ube ngumshumayeli kwiintlanga.”