Jeremiah 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndati: Au, Nkosi Yehova! bona ke, andikwazi ukuteta, ngokuba ndingumntwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi mna, Kwowu, Nkosi Yehova, yabona, andikwazi ukuthetha, ngokuba ndingumntwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndaza ndathi: “Owu Nkosi Yehova! yabona, andikwazi ukuthetha kuba ndingumntwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndiphendule ngelithi: “Awu, Nkosi yam Ndikhoyo, andikwazi ukuthetha; ndisengumntwana.”