Jeremiah 1:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyehova wati kum: Ungatsho ukuti, ndingumntwana; ngokuba uya kuya kubo bonke endiya kukutuma kubo, nako konke endiya kukuyalela kona wokuteta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Musa ukuthi, Ndingumntwana: ke uya kuya kubo bonke endikuthuma kubo; konke endikuwisela umthetho ngako, uze ukuthethe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Musa ukuthi, Ndisengumntwana: uze uye kuyo yonke into endikuthuma kuyo, uthethe yonke into endikuwisela umthetho ngayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe yena kum uNdikhoyo: “Mus' ukuthi usengumntwana! Yiya kubo bonke abantu endikuthuma kubo, ubaxelele konke endikuyalela kona.