Jeremiah 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungoyiki ubuso babo; ngokuba ndinawe mna ukuba ndikukulule, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungaboyiki, ngokuba ndinawe ukuba ndikuhlangule; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuboyika, kuba ndinawe ukuba ndikusindise, utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze ungaboyiki, kuba mna ndiza kuba nawe, ndikuhlangule. Kutsho mna Ndikhoyo.”