Jeremiah 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula uyehova wolula isandla sake, wacukumisa umlomo wam; wayesiti uyehova kum: Bona ke, ndiwabekile amazwi am emlonyeni wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasolula uYehova isandla sakhe, wachukumisa umlomo wam;wathi ke uYehova kum, Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasolula uYehova isandla sakhe, wachukumisa umlomo wam. Wathi uYehova kum, Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasolula isandla sakhe uNdikhoyo, wachukumisa umlomo wam, watsho esithi kum: “Ngoku ndiwafaka emlonyeni wakho amazwi am.