Jeremiah 10:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba abalusi bebedolile, nokuba bengamfunanga uyehova, ngako oko abalungisekanga, nawo wonke umhlambi wabo waba lusali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba abalusi baba zizityhakala, abamquqela uYehova;ngenxa yoko abenzanga ngangqiqo, wachithwachitwa wonke umhlambi wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abalusi baba ziziyatha, abamquqela uYehova; ke ngoko, abayi kuphumelela, kwaye zonke izimvu zabo ziya kuchithwa-chithwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abelusi baba bantu ziziyatha, ababuzi nto kuNdikhoyo. Yiyo loo nto bengenampumelelo nje, nemihlambi yabo ithe qhu saa.